STUURMAN

Clan Praise(s)

  • Ama Bhele akwa Stuurman ayinzala ka Khuboni Thina ke singabakwa Khuboni,Odlambulo,uLanga,uNdabezitha,uNontanda kuphakanyiswa,uQunta,Sonani,uMbikazi,uVaphi,uMnomani,uMafu,uMbutho,uNjengele,Mbandeni,Xa sizithutha - singamaBhele akwaKhuboni,lINTO `wakahina.co.za`.ezinqula uLanga ,Oonontanda kuphakanyiswa,Oo Mbikazi ngoba umntu ongxathu akalahlwa,iBhele elimsundulo omnye emva kwendlebe ingaba mibini konakeleMangangegusha iguqile,neegusha zithi Bhele,ukuba upheka ilitye neBhele kuqala kuvuthwe ilitye lona iBhele lingekavuthwa(yingako amBhele enenkani kangaka),kukhanya nje kungenxa yeBhelee,usbumbu ujongeleni ezantsi uza kumitha nje?,amaBhele izINTO `wakahina.co.za`.eziqhwanyaza ngemaliZibunywana zibutshelezana zinga zingazingangiwa ngabakhwekazi,Bhedlana lase Lenge,amaBhele asicoco sinuka intsindwana amakrokrozela njengelifu lemvula,Mphemba abantu Bphemba ngamabele kanti abafokazana baphemba ngamaphepha,Silo sase Lenge ngwane yezixhobo zothukela,umthan' ontyingantyingana omi phezu kwentaba,Inyathi eyasinda abazingeli sebeyosele izINTO `wakahina.co.za`.ezingawudliyo umbilini wenkomo,zidla owenyamakazi   

Surnames