SINDISA

Clan Praise(s)

  • Tolo Dlangamandla Ngwenyankomo Nongwadla Zulu khaya labakholwayo Mchenge Bhanekazi Mfingo Masali Amajubantlantsi Vumba lempongo liyanuka Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana, Mpomfana noThukela, Mlamb’awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.

Surnames