PHIKE

Clan Praise(s)

  •   Dlamini, Nomane, Mtikitiki, Gumbi la Magwala, Cubungulashe, Ngxobo zamadoda zino boya, Zizi, Ntsinda-Ntsinda iNtsindankosi, bathi yintak’ani na lena Sisandlulube Dlamini, Mfula awu welwa uwelwa zii Nkonjane kuphela kuba nazo zibhabh’emafini, Jama Ka Sijadu owayijamela inkungu kwathi thaa iLanga

  • MVUNDLA  BHAYI   KHESHE  GOBHOZI  NXILASHE  MSUTHU  NKONJANA E BHABHA E MAFINI INYOKA EMNYANA E CANDA I SI ZIBA.

Surnames