VAPHI

Clan Praise(s)

  • Jokweni, Nodala, Khwange, Zalamzi, Ntunwana, Ntozakhe, Dlula, Cuba, Mbewana, Ntimela, Msuthu, Cesana, Nophungula Maswakuza njengenyamazana, Mbona obomvu, abantu abathunda enkundleni, kuvel' ithokazi lenkomo Nyos' eneqeba ngaphambili, ayilum'iyahlangula, baphakuli beenyosi eziphezulu, ngoba eziphantsi ziyabasinekela Khwange lenkomo, babangalithena liyabhebha

    • Hi Nangamso, are you Fanele Vaphi's Daughter?

Selected Category: V

Surnames