By: Andiswa Vabaza Ngabakwa Mkhwane,Ngwekazi,Zizivunda ezimona mbi kodwa mhle amangelengele oomalala egabula njenge nkungu mwelase,thunzi,ngwenya,sgasa,ntukeza,hlubi,gobizembe,mlalaze,hlasi,mpangazitha,oonompundwana zincinci ntlabathi ayiwolwa iwolwa ngabayaziyo oonkungu iyakhasa yazini konakele ngamazim..... Share
By: Andiswa Vabaza
Ngabakwa Mkhwane,Ngwekazi,Zizivunda ezimona mbi kodwa mhle amangelengele oomalala egabula njenge nkungu mwelase,thunzi,ngwenya,sgasa,ntukeza,hlubi,gobizembe,mlalaze,hlasi,mpangazitha,oonompundwana zincinci ntlabathi ayiwolwa iwolwa ngabayaziyo oonkungu iyakhasa yazini konakele ngamazim.....