NXUBA

Clan Praise(s)

  • Rhudulu, Ngcengane, Gaduka, Magubu wasemlanjeni, Washota. Nkomo zika Mpehle. Nanko nanko namhlangenzanga nto. Nojeq'umbengo. Mthondw'egqwirha wunqumle ungazal'amaninzi...

Selected Category: N

Surnames