NTSHANGA

Clan Praise(s)

  • Rhudulu, Nxuba, Jola, Manz'amnyama, Qengebe, Mhaga, Oshode, Zitha, Ole, Ngcengane, Njuza, Nabela Mntwini, Gaduka, Hlakanakwena, Gaduka, Mduma, Mngwevu, Tshangisa, Zulu, Mhlatyana, Mpondomise, Oh yhini na namhla ndingonanga! Ath'amanyamadoda ebal'inkomo abe yena ebal'inkwenkwezi. Isilo somlambo apho zihlelikhona ingwevu zethu ziphulula uswazi lokuqeqesha oomakoti zibafundisa ukuhlonipha ikhaya. Omathandwa mhla kukubi, Hlakanakwena!

Selected Category: N

Surnames