By: Muzi Nquphaza Nuba MntungwanaZithnaNkuncuseRholwanaMalandelwa owalandelwa yintombi yathi ndizeke noba awunankomo soyitheth'endlini.Imbali ithi amaNuba avela kuKhumalo,ngexesha lempi ka Tshaka,Kuvakala uba uKhumalo wabaleka ebaleka impi wangena kwihlathi elizwa ngoba kusesinubeni,bathi xa bephuma babizwa ngoba bangoNuba kuba bephuma esinubeni. Share
By: Muzi Nquphaza
Nuba MntungwanaZithnaNkuncuseRholwanaMalandelwa owalandelwa yintombi yathi ndizeke noba awunankomo soyitheth'endlini.Imbali ithi amaNuba avela kuKhumalo,ngexesha lempi ka Tshaka,Kuvakala uba uKhumalo wabaleka ebaleka impi wangena kwihlathi elizwa ngoba kusesinubeni,bathi xa bephuma babizwa ngoba bangoNuba kuba bephuma esinubeni.