By: Unathi Notununu Ngcoya! Fingwa! Bhala kaDududu! Mhlamb'olal'intaka Sibushwana! Ntswayibana! Thombel'entabeni Nontaba! Sileleze! Madib'udonga luqhekeka! Share
By: Unathi Notununu
Ngcoya! Fingwa! Bhala kaDududu! Mhlamb'olal'intaka Sibushwana! Ntswayibana! Thombel'entabeni Nontaba! Sileleze! Madib'udonga luqhekeka!