NONYONGO

Clan Praise(s)

  • Gaba,Mnqosini,Thithiba,Mjobi,Mbokodo emnyama kahili,Thikoloshe,Msuthu

    • mna Mxolisi Mziwandile Sydney Nonyongo umninawa ka Sikhumbuzo ka Toto umkhuluwa ka Mzimkhulu ka Magqadaza umkhuluwa ka Delihlazo ka Swelindawo umninawa ka Ndonga ka Nonyongo ka Ndonga ka Gaba, u mNgqosini, uThithiba,uMjobi,uCihoshe,imbokodo emnyama kahili,uTikoloshe omhle ohlala ezingcongolweni,uMsutu,uNdoko,uMilwa, uLalashe, uzinkomo zika Gxamza, umagxa kaxhali angaxhaliswanga, uNozinga...................ndithini na ? aphi amawethu ancgambule

Selected Category: N

Surnames