By: Nomvuzo Nodada Mthwa (omzimba umhle njengowosana), Msimanga, Thabizolo (kuse engathabanga), Nonkosi (abangamazala nkosi), Nondindane, Songo, Nombutho, Nodwala, Nonyele nkcenkceni ngenxa yobuhomba athathe umfazi wehlubi ayolahla. Share
By: Nomvuzo Nodada
Mthwa (omzimba umhle njengowosana), Msimanga, Thabizolo (kuse engathabanga), Nonkosi (abangamazala nkosi), Nondindane, Songo, Nombutho, Nodwala, Nonyele nkcenkceni ngenxa yobuhomba athathe umfazi wehlubi ayolahla.