NHANHANHA

Clan Praise(s)

  • ncuthu, khwalo, debeshe, mpondo zephela, iintwezimnandi, mlanjana, nkume, sohobese, nceya, mnikwangquza engayicelanga, nkonjan'emnyama ebhabh'emafini,   mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuba zinamaphiko.

    • AmaZangwa aphuma kwisizalo sikaMpondo oli wele kuMpondomise.

  • Ncuthu, Khwalo, Debeshe, Mpondo zephela, Iintwezimnandi, Mlanjana, Nkume, Sohobese, Nceya, Mnikwangquza Engayicelanga, Nkonjan'emnyama ebhabh'emafini,   Mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuba zinamaphiko.

    • AmaZangwa aphuma kwisizalo sikaMpondo oli wele kuMpondomise.

    • amazangwa ayevela engcobo emnyolo afuduka efudukela kuTsolo kwilali yasesidwadweni aqala atshintsha ifani azibiza ngoDidi, Yena, Yolwa nezinye kanti amanye afudukela kwezinye iindawo

    • amazangwa ayevela engcobo afuduka efudukela kuTsolo kwilali yasesidwadweni aqala atshintsha ifani azibiza ngoDidi, Yena, Yolwa nezinye kanti amanye afudukela kwezinye iindawo

Selected Category: N

Surnames