NGXONGO

Clan Praise(s)

  • MNgxongo, Ntsundu, Sopitsho, Ngqolomsila, Velabembhentsele, Yem-yem, Zondwa zintshaba zingazumenzanto, Nkonjane emnyama ingandanda emafini kukho undonakele...

  • Kunene, Mntimande, Madonsela, Lubambolunye - zingabambili zifuz'ekhabonina, Sishange, Ndala, Thumbela, Mbabalane, Ngoza, nina bakaMkhonto owadum'ekuseni kanoZiwawa, Ncembu, Mkhont'obalamazwane, Shingila.

Selected Category: N

Surnames