By: Enock Ndlaku Oo Ndlaku, ngo Skeyi, ooGantsa, ooManci, Maqholo, Wabane, ooNogengisa, ooMbali ooMatshutshisintshana, abantu abahle nje ngephuzi, ooNkanda zinde zinemiqala. OoSkeyi baseMt Ayliff eMnambithi, ooNdlaku eBizana baze ke bathi abanye ooManci babekooNtabankulu, Mzimkhulu njalo- njalo Share
By: Enock Ndlaku
Oo Ndlaku, ngo Skeyi, ooGantsa, ooManci, Maqholo, Wabane, ooNogengisa, ooMbali ooMatshutshisintshana, abantu abahle nje ngephuzi, ooNkanda zinde zinemiqala. OoSkeyi baseMt Ayliff eMnambithi, ooNdlaku eBizana baze ke bathi abanye ooManci babekooNtabankulu, Mzimkhulu njalo- njalo