NDIKANDIKA

Clan Praise(s)

  • Ximba, Dibazana, Masuku, Siximba kaSxolothi kudla ngokuthiwa ingaba uyawa lahla na la mathumbu ehagu na Bhele ,ithi ke impendulo ingaba uyawalahla na wena, uBhele, Khuboni, Langa lokulunga, Mafu, Ndabezitha, Qunta, Amakhonzegoduka angathinjwa lithambo laseMzini

    • I will like those who have the complete praise to post it to me because I dont have the full version of the praise

Selected Category: N

Surnames