MROBO

Clan Praise(s)

  • Ubizwa Mrhobo ozalwa nguMgidini, ozalwa nguMbedla, ozalwa nguQakatha ukuya phambiliTshutsha, Cekwana, Gadluma, Honono, Maphekula, Mdimba, Mvala, Nkom' inco, Nonduli, Nofulela kuyanetha, Gininda kaGando, Mbomb' emfene, Mnqay' ulambile, Ngcongolo zimil' ematyeni, Ndlal' isematyeni, Hlwemp' elizidlayo madlula kuhlinzwa, Nyel' emseleni, nto zikaNompumza, Ndlu zingamxhobongwana zime zodwa ethafeni, babizwa ngobuZotsho ngenxa yomlambo omkhulu iZotsho phesheya koMthamvuna xa ndikwaGcaleka. 

    • Yep thats me...and my brother wrote this..proud..

Surnames