MADUNA

Clan Praise(s)

  • Maduna, Gubevu, Msuthu, Nokhala, Jiyane, Mvelase, Jekula. Salakulandela mpungutshe haina mngani mavela kude nje nge langa idada lakha manzi nga maphiko malifika edwaleni lawaphaza.

  • Maduna, Msuthu, Gubevu, Nokhala, Jiyane, Mpungushe, Mandl'amakhulu, Sivunguvung' esawis' indoda emahlangeni, imamba kandidini ngoba ngimesabile, uNokhala owawela ngempalazo eyaphalazwa ngamadoda, Maduna omuhle ngekhala lakhe, isilo esinamadevu emlonyeni, Ngaculende emabalabala njenge ngwe, iinkomo ezingqukuva azibuyi emzini xa bekulotyolwe ngazo, Ngub'engcuka  aaahhh!!!!!! -----------------------------------------------Tiba, Mvelase, Salathiso, Novikothek'ukuthetha, Mlamb'unqolintaba, UMaduna owaqengqeleka kwiintaba zoLundi wawela umlambo Ithukela ebhinqe izikhakha. Madun'edakeniiii!!!!  -----------------------------------------------Maduna, Gubevu,Msuthu, Nokhala, Jiyane. Malobola ngez'ngadane osaba ezine'mpondo zahlaba abakhwekazi. Laduma izulu uMagqakaza ubengasekho ekhaya!!!

    • Ndim ke loowo iduna ngokwalo kodwa ke ifani yam aniyibhalanga kuba ndinguMaduna isiduko ifani ngu DINGAAN

Surnames