LUBANGA

Clan Praise(s)

  • NgabakwaKhesa, ngabakhungwa ngogongolo,Entla neMpofana noThukela.Abacweng' inga ngudade bonKosi.Bacwenga band' ukusukusela.AbaNgun' abahle bakwaNozulu,BakwamThathambi, nje ngeliphezulu;Lona ladl' umntu alabekwa mlandu.AmaChuman' amahleEza emacocobela nje ngokwindla.Babutshelezi nje ngelitye lomfula.Baluhlaz' abanamafinyila.Xa basongel' esongweni ledukweNgaba kwanele kubo.

Selected Category: L

Surnames