LOBI (MPINGA)

Clan Praise(s)

  • OLobi ngaMampinga ankaba yawo iseNgcobo kuDidi kwilali yakuNgcebengwane, bathi ke ukuzithutha Mpinga, Mawawa, Senzwa, Mbolokoqoshe ntomntwana ingabanoboya seyifanelamadodamadala,oXhokoshe,JoliNkomo,MaMpondomise

Selected Category: L

Surnames