By: Enock Ndlaku Ndala, ooNtunzela, ooBhukula kaMlabatheki, ooMkhwanazi, iNkwali yeNkosi, umlungu omnyama ongafuni nto yamntu, mafuzafulele njengelifu lemvula, nkonjane emnyama ebhabha emafini, sihlobo sobugqwangu, akafani noyise ngathi livezandlebe. Msunu Sidumbu! Share
By: Enock Ndlaku
Ndala, ooNtunzela, ooBhukula kaMlabatheki, ooMkhwanazi, iNkwali yeNkosi, umlungu omnyama ongafuni nto yamntu, mafuzafulele njengelifu lemvula, nkonjane emnyama ebhabha emafini, sihlobo sobugqwangu, akafani noyise ngathi livezandlebe. Msunu Sidumbu!
By: PATRICK ZUKILE LINYANA
SINGO NCOTSHE, OOMHLOPHE