By: Wakahina Latha ,uMche,uMgcina, uXhamela,UNkomo zika Nonkwindla, uNcancahe,UGabul'ikhula,uMalamba aye'ndle adle inyama yenyamakazi(adle iziduli zethafa),uTyopho ubutsolo bentonga(uTyhopho kaPhato !) Share
By: Wakahina
Latha ,uMche,uMgcina, uXhamela,UNkomo zika Nonkwindla, uNcancahe,UGabul'ikhula,uMalamba aye'ndle adle inyama yenyamakazi(adle iziduli zethafa),uTyopho ubutsolo bentonga(uTyhopho kaPhato !)