KHAYISE

Clan Praise(s)

  • uKhayise, uManci, uMbali, uMaqholo, uTshitshis'iintaba. U-Khayise noThiba amawel'ukuzana. Umthi omkhulu owawa wabhekisa amaseb'oThukela. Zinde zonke zinemiqala kuba zizal'abathakathi.

Surnames