By: Unknown - Intw' enkulu kaQasana kaMdushane kaCebo kaNdlambe kaRharhabe kaPhalo. NguSonqila; uZulungumbane; uluxundu; undlovu empondo nkulu kanti lithole; uphulush' iphondo; umth 'onqengele ongangenwa zembe. Share
By: Unknown -
Intw' enkulu kaQasana kaMdushane kaCebo kaNdlambe kaRharhabe kaPhalo. NguSonqila; uZulungumbane; uluxundu; undlovu empondo nkulu kanti lithole; uphulush' iphondo; umth 'onqengele ongangenwa zembe.