JOJO

Clan Praise(s)

  • Rhadu, Sinama, Mjoli, Jojo; Sabela uyabizwa emazibukweni. Wena Malandelwa ziintombi zithi ndizeke noba kungesipha samaZimba. Tshoba le Ndlovu eliphekuza kuvumbuluke iinyosi zika Xesibe. Umatshina ayibheke nje ngomntwana. Li Xesibe ke elo...

Selected Category: J

Surnames