JAKUJA

Clan Praise(s)

  • Rhadu, Sinama, Mjoli,Somadoda, Sabela uyabizwe emazibukweni; wena Malandelwa ziintombi zithi ndizeke noba kungesipha samaZimba. Tshoba le Ndlovu eliphekuza kuvimbuk' iiNyosi zika Xesibe. Matshina ayibheke njengo mntwana.

Selected Category: J

Surnames