By: Sinenhlanhla Dzanibe Nqolo, Gaba’ongapheli, Bantwana abahle basemanzini oMahlambahlaletyeni ngoku swela ithawula, Ndzatsane eyahlula uMbatsalala, maNqolo qabani ibovu ningadluli nabahambi bendlela kuba nibahle kakhulu. Abaki bexonywa bengaleluki.
By:
By: Sinenhlanhla Dzanibe
Nqolo, Gaba’ongapheli, Bantwana abahle basemanzini oMahlambahlaletyeni ngoku swela ithawula, Ndzatsane eyahlula uMbatsalala, maNqolo qabani ibovu ningadluli nabahambi bendlela kuba nibahle kakhulu. Abaki bexonywa bengaleluki.